Tyisa isigebenga (isiXhosa)最新版下载_九游手机游戏
首页>Tyisa isigebenga (isiXhosa)最新版下载
Tyisa isigebenga (isiXhosa)最新版下载
Tyisa isigebenga (isiXhosa)最新版下载
Tyisa isigebenga (isiXhosa)最新版下载
热度值:98万
版本:1
更新时间:2018-10-21
分类:休闲
平台:Android
包大小:59.1M
免费下载
如你已安装九游客户端,只需扫一扫,将本游戏安装到你的移动设备上...
扫描二维码快速安装游戏
九游一键安装
发现更多好玩游戏
无限礼包免费领取
游戏更新轻而易举
安全可靠放心
普通下载
高速下载
电脑版下载
是否将该软件直接安装到手机?
只需扫一扫,将本游戏直接安装到你的移动设备上
扫描二维码快速安装游戏
九游一键安装
发现更多好玩游戏
无限礼包免费领取
游戏更新轻而易举
安全可靠放心
普通下载
高速下载
游戏评分
5.4
值得玩一玩
好评
666
中评
999
差评
333
Tyisa isigebenga (isiXhosa)最新版下载游戏攻略
Tyisa isigebenga ufundisa umntwana wakho izinto ezisisiseko zokufunda. Ukuqoqa amaqanda e-monster uze ubondle iileta ukuze bakwazi ukukhula babe ngabahlobo abatsha! YINTONI I-TYISA ISIGEBENGA? Tyisa isigebenga isebenzisa 'umdlalo ovezweyo ukuze ufunde' ubuchule bokubandakanya abantwana kunye nokubanceda bafunde ukufunda. Abantwana banandipha ukuqokelela nokukhula kwezilwanyana zezilwanyana ngelixa befunda ukufunda ngokusemgangathweni. YIKHULULEKILE UKUKHUPHELA, AKHUKHO NTENGISO, AKUTHENGISWA PHAKATHI KWIHLELO! Yonke into ikhululekile kwi-100%, idalwe yi ntlangano ezingenzi nzuzo  Curious Learning, CET, kunye Apps Factory. IIMPAWU ZOMDLALO EZIKHUTAZA IZAKHONO ZOKUFUNDA • Izindalo ezinwabisayo kunye ezibandakanya abantwana • Letter tracing games to aid reading and writing Imidlalo yokubhala ngokulandelela iileta yokunceda ukufunda nokubhala • Imidlalo yokukhumbula yesigama • Amanqanaba ecelomngeni woku-vakala kuphela • Ingxelo yophuhliso kubazali • Ungene ngemvume kwabasebezisi beninzi ngokuthola ingxelo yophuliso ngabanye • Izilwanyana eziqokelekayo, eziguquguqukayo kunye nezolisayo • Yenzelwe ukukhuthaza izakhono zentlalo-zengqondo • Akuthengiswa ngaphakathi kwihlelo • Akukho ntengiso • Akukho uxhumano lwe intanethi efunekayo PHUHLISWA YI NGCALI NGEMNTWANA WAKHO Umdlalo usekelwe kwiminyaka yophando kunye namava kwisayensi yokufunda nokubhala. Iquka izakhono eziphambili zokufunda nokubhala, kubandakanywa Ulwazi lwe-Fonetiki, Ukwazi Iileta, Fonetiki, IsiGama kunye nokuFunda iZwi Ngokubona. Ukuze abantwana bakwazi ukuhlaziya isiseko esinamandla sokufunda. Eyakhelwe malunga nomxholo wokunyamekela iqoqo lezilwanyana, yenzelwe ukukhuthaza uvelwano, ukunyamezela kunye nophuhliso lwentlalo-emoyeni kubantwana. SINGOOBANI NA KE THINA? Tyisa isigebenga eyayixhaswa ngu-Norwegian Ministry of Foreign Affairs , njengenxalenye ye khuphiswano ye-EduApp4Syria. Usetyenziso yokuqala yaseArabhu yaphuhliswa njengentsebenziswano ehlangeneyo phakathi kwe-Apps Factory, CET – The Center for Educational Technology, and IRC – The International Rescue Committee. Tyisa isigebenga yaguqulelwa kwisiNgesi ngoCurious Learning, engenzi nzuzo ezinikezelwe ekukhuthazeni ukufikelela kumxholo wokufunda nokubhala ngokufanelekileyo kubo bonke abayifunayo. Siyiqela labaphandi, abaphuhlisi, kunye nootitshala abazinikezele ekunikeni abantwana kuyo yonke indawo ukufunda nokubhala ngoulwimi lwabo ngokusekelwe kubungqina kunye nolwazi - kwaye bazama ukuzisa uhlelo lokusebenza lwe-Tyisa isigebenga kwiilwimi ezili-100 ezithintekayo kwihlabathi jikelele. ----- Feed The Monster teaches children the fundamentals of reading in isiXhosa. Collect monster eggs and feed them letters so they can grow into new friends! WHAT IS FEED THE MONSTER? Feed The Monster uses proven ‘play to learn’ techniques to engage kids and help them learn to read. Children enjoy collecting and growing pet monsters while learning reading fundamentals. FREE TO DOWNLOAD, NO ADS, NO IN APP PURCHASES! All content is 100% free, created by literacy nonprofits Curious Learning, CET, and Apps Factory. GAME FEATURES TO PROMOTE READING SKILLS: • Fun and engaging phonics puzzles • Letter tracing games to aid reading and writing • Vocabulary memory games • Challenging “sound only” levels • Parental progress report • Multi-users login for individual user progress. • Collectable, evolvable, and fun monsters • Designed to promote socio-emotional skills • No in-app purchases • No ads • No internet connection needed DEVELOPED BY EXPERTS FOR YOUR CHILD. The game is based on years of research and experience into the science of literacy. It incorporates key skills for literacy, including Phonological Awareness, Letter Recognition, Phonics, Vocabulary, and Sight Word Reading so kids can develop a strong foundation for reading. Built around the concept of caring for a collection of monsters, it is designed to encourage empathy, perseverance and socio-emotional development for children.
《Tyisa isigebenga (isiXhosa)最新版下载》下载版本说明
《Tyisa isigebenga (isiXhosa)最新版下载》没有电视没有电脑很无聊怎么办?那就玩Tyisa isigebenga (isiXhosa)吧,下载方便不占手机内存还可以打发时间带来很多乐趣,还等什么!赶紧下载吧!当然每款Tyisa isigebenga (isiXhosa)都有很多个版本,要玩下载哪个版本呢?这里小编当然建议要玩就玩最新版啦,最新版不仅修复了之前版本的一些漏洞,而且还有新增的一些玩法或系统,让Tyisa isigebenga (isiXhosa)变得更加丰富完善,那么哪里可以下载最新版呢?那就来九游门户下载Tyisa isigebenga (isiXhosa)吧!
《我叫MT奇幻之旅》公会版
快节奏动漫卡牌手游 MT军团奇幻再临

 

91%用户下载了以下同款
游戏下载
2018-12-01更新
休闲
0.0
游戏下载
2017-04-12更新
休闲
0.0
游戏下载
2017-11-10更新
休闲
0.0
伊格尼斯城堡探险
指导骑士先生挑战各类危险的机关,逃脱危险
游戏下载
2014-03-17更新
动作
2.8
一个不能死之逆转
一款简单而虐心的小游戏。
游戏下载
2015-08-19更新
休闲
1.0
  • 下载排行榜
  • 飙升排行榜